Kufuneka ifakwe ngabo bonke abaqashi kwi : Icandelo lommiselo mali
ISebe:
Unyaka womiselo mali
Nceda ujonge incwadana efakiweyo phambi kokugcwalisa le fomu yembuyekezo
imivuzo epheleleyo ehlawulwe kubo bonke abasebenzi ngaphandle kwabamongameli namalungu enkampani okanye iqumrhu elivaliweyo elibhengeze elona nani likhulu ku R167 700 umntu ngamnye kwisithuba esesikhankanyiwe ngasentla. (jonga 2.2.2 wemivuzo yabamongameli/namalungu)
Imivuzo epheleleyo ehlawulwe Omongameli benkampani okanye amalungu Equmrhu elivaliweyo elibhengeze elona nani likhulu ku R167 700 umntu ngamnye kwisithuba esesikhankanywe ngasentla .
Ixabiso elipheleleyo(ngokwemali) lokutya kwamahala nendawo yokuhlala
IMALI EPHELELEYO (2.2.1+ 2.2.2 + 2.2.3)
Qaphela : Ukuba inani labasebenzi ne okanye imivuzo epheleleyo yohlukekakhulu kuleyo yonyaka odlulileyo, nceda unike izizathu zoko.
TIsixa esipheleleyo semivuzo ekulindeleke ukuba sihlawulwe kubasebenzi bonke ngaphandle kwabamongameli okanye amalugu enkampani okanye iqumrhu elivaliweyo elibhengeze elona nani likhulu ku R179 088 umntu ngamnye kwisithuba esikhankanywe ngasentla.
Imivuzo epheleleyo ekulindeleke ibhatalwe oomongameli benkampani okanye amalungu equmrhu elivaliweyo elibhengeze elona nani likhulu ki R179 088 umntu ngamnye kwisithuba esikhankanywe ngasentla.
Ixabiso elipheleleyo(ngokwemali) lokutya kwamahala nendawo yokuhlala
Ukuba oko akukhankanywanga ku 3.2.1 okanye 3.2.2.
IMALI EPHELELEYO ( 3.2.1 + 3.2.2 + 3.2.3 )
Qaphela : Ukuba inani labasebenzi ne okanye imivuzo epheleleyo yohluke kakhulu kuleyo yonyaka odlulileyo, nceda unike izizathu zoko.
Qaphela ! IIKOPI EZIFEKSIWEYO ZELI CWECWE AZIVUMELEKANGA
Qaphela iingxelo zemali zingafunwa ngumphandi/ umphengululi zingcwadi
Ndiyangqina ndifunga ukuba ezinkcukacha zingasentla ziyinyani
Igama Libhalwe: Isikhundla: Uphawu:Umhla:
UKUBA UYE WASILELA UKUGCWALISA UNGENISE LE W.AS.8 EYINGXELO YENGENISO NGEXESHA ELIMISIWEYO, ISAHLUKO 83 WOMTHETHO UNIKA UMKOMISHALA WEMBUYEKEZO AMAGUNYA OQIKELELO. ISOHLWAYO ESINGAGQITHI KWI 10 YE PESENTI YENGXELO YOKUGQIBELA SIYAKUTHI SIBEKWE.
Umsebenzi" kuthethwa ngomntu onesivumelwano okanye osebenza phantsi kwesibophelelo okanye oqeshwe njengomfundi okanye lowoofunda esemsebenzini,nokuba isivumelwano sicacisiwe okanye sibhaliwe okanye sithehtiwe nokuba intlawulo ibalwe ngexesha okanyengomsebenzi owenziweyo okanye kubhatalwa imali okanye ubhatalwe ngempahlahayi ngemali yaye iquka-a Umsebenzi obambe isingxungxu okanye owexeshana oqashelwe ngezizathu Zokusebenza kwibhizinisi lomqashi b Umongameli wenkampani osebenzayo okanye ilungu lequmrhu ejongene Neendawo, ongene kwisibopheleloisivumelwano soncedo okanye njengofundai Kwibhizinisi okanye ofunda emsebenzini kwiqumrhu elijongene neendawo, ukuba umqashi konke oko ukwenza kumda wesivumelwano somsebenzi.(oko akuchaphazeli abo banenxaxheba okanye abo bahlulelani abangekho selukhanyweni ababhatalwa kuphela inzala)
Imivuzo zizo zonke iimali ezibhatalwa rhoqo(qho), phambi kokuba kuxhuzaulwe nayiphi into, nokuba intlawulo yeyemali okanye ngempahla kubasebenzi.
Olu luhlu lulandelayo alugqibelelanga(aluphelelanga), kodwa lwenziwe ukuze kuqapheleke uluhlu lwemivuzo engadala ukuba kubekhouthandabuzo lokuba zifakiwe okanye azifakwanga kuluhlu.
l Naluphi uhlobo lwemali eyongezelelweyo, kuquka eyenkuthazo eyokuphela konyaka l Ikomishini, nakuba imali ingahluka kwinyanga ngenyanga.
l Uguqulo ngokwemali kokutya nendawo yokuhlala ekhutshwa ngumqashi eyinxalenye l nomvuzo wabasebenzi. Uguqulo ngokwemali kwamalungelo afunyanwa ngaphezu komvuzo njenge moto yenkampani, indawo yokuhlala, okanye indawo yokuhlala ebhatalwa ngexabiso eliphantsi, njl njl.
l Imali yokuhamba nezinye imali ezivunyelweyo ezibhatalwa qho, eziyinxalenye nomvuzo.
l Apho umsebenzi avuzwa ngokwesivumelwano somvuzo odityanisiweyo, zonke izinto ezenza esisivumelwano somvuzo ngaphandle komrhumo womqashi loncedo lobugrirha l Imivuzo /imali ehlawulwa oomongameli benkampani abasebenzayo okanye amalungu equmrhu elivaliweyo. maze zimmiselwe zodwa kwisiqendu 9.2 Nceda uncamathisele uludwe lwamagama abo, neenombolo zezazisi neediles
l Intlawulo esimo sokubuyisela l Ukusebenza nagphaya kwexesha okungekho rhoqo.
l Intlawulo zemisebenzana engenziwa qho engabalulwanga kodwa ingaweli phantsi koluhlu lomsebenzi owenziwa ngumsebenzi qho.
l Iintlawulo zombulelo.
l Iintlawulo zokuncedisa ukubhatala iindleko ezifana neendleko zokuphila (xa usebenza ngaphanndle kwekhaya) neendleko zokuhamba, isidlo sasemini neendleko zeentlanganiso zebhizinisi.
l Imali yokuhamba nezinye iintlobo zemali evunyelweyo ebhatalwa manqaphanqapha.
l Ukuba intlawulo yomongameli namalungu ixhomekeke kwinzala, umongameli/ilungu akangomsebenzi ngokwemigaqo yoMthetho.
Ukuba umsebenzi(ibhizinisi) seyibhangile , nceda uphawule umhla wokubhanga ukhankanye imivuzo yokugqibela ethe yahlawulwa ukuza kuthi ga ngoku(ngalomhla).
Le ncwadi ingafumaneka xa umqashi ethe walandela imigaqo yoMthetho, kuquka a Ukungenisa eyona miselo mivuzo yamva b Intlawulo seyenziwe okanye kwacelwa ukubhatala ngezavenge.
e) Izicelo ezenziwe ngomele umqashi mazibhalwe zize zihambe neleta enika igunya abo bamele abaqashi( ileta yamagqwetha enika abo bamele umqashi igunya f Izicelo ezifeksiweyo zivumelekile.
